IDUTERONOMI 1:17
IDUTERONOMI 1:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ize ningakhethi buso ekugwebeni kwenu; ize nimphulaphule omncinane njengomkhulu, ninganxunguphaliswa bubuso bomntu; ngokuba ukugweba oku kokukaYehova. Indawo eninqabeleyo noyizisa kum, ndiyive.
IDUTERONOMI 1:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ze ningakhethi buso xa nigwebayo, koko ze nigwebe ulowo nalowo, noba ungubani na, ngokufanayo. Ze ningabi nadyudyu, ningoyiki mntu, kuba nigweba ngegunya likaThixo. Ke yona imicimbi enoyisayo ze niyizise kum, ndiyigwebe ngokwam.’
IDUTERONOMI 1:17 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Musani ukukhetha ubuso bomntu ekugwebeni; uthobele umncinane nomkhulu; musani ukuboyika ubuso bamntu; ngokuba umgwebo lo ngokaThixo; ukuba ityala linzima yizise kum ndilive.
IDUTERONOMI 1:17 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Aniyi kugqalisela ubuso ekugwebeni; niya kupulapula abancinane njengokuba nipulapula abakulu; aniyi kwoyika ubuso bomntu; ngokuba umgwebo ungo KATIXO: nendawo eninqabelayo, yisondezeni kum, ndandiya kuyipulapula.