Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UDANIYELI 6:16

UDANIYELI 6:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Watsho ke ukumkani; bamzisa uDaniyeli, bamjulela emhadini weengonyama. Waphendula ukumkani wathi kuDaniyeli, Wanga uThixo wakho, ombusa ngamaxesha onke, angákusindisa.

Yabelana
Funda UDANIYELI 6

UDANIYELI 6:16 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke ukumkani wayalela ukuba alandwe uDaniyeli; waza ke waphoswa apho kuloo mngxuma weengonyama. Wathetha naye ke wathi: “Akwaba angakuhlangula uThixo wakho omnqula ngentembeko maxa onke.”

Yabelana
Funda UDANIYELI 6

UDANIYELI 6:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Watsho ke ukumkani; bamzisa uDaniyeli, bamjulela emhadini wengonyama. uYehova wathetha kuDaniyeli, wathi, uThixo wakho, ombusa ngamaxesha onke, wokusindisa.

Yabelana
Funda UDANIYELI 6

UDANIYELI 6:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wandula waxela ukumkani, baza bamzisa u‐Danyeli, bamjulela emnxunyeni wengonyama. Wateta ukumkani wati ku‐Danyeli: UTIXO wako, lowo uhlala umkonza futi, yena wokukulula.

Yabelana
Funda UDANIYELI 6
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo