Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UDANIYELI 1:8

UDANIYELI 1:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke kaloku, uDaniyeli wayegqibe entliziyweni yakhe, ukuba angàzingcolisi ngokudla kokumkani nangewayini ayiselayo; wacela kumthetheli-mathenwa ukuba angàzingcolisi.

Yabelana
Funda UDANIYELI 1

UDANIYELI 1:8 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kambe ke yena uDaniyeli wenza isigqibo sokuba angazixabheli ngokutya nangeziselo zalapho ebhotwe. Ngoko ke wacela kwintloko yamaphakathi akomkhulu ukuba avunyelwe ukungazixabheli ngoku kutya.

Yabelana
Funda UDANIYELI 1

UDANIYELI 1:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uDaniyeli wagqiba entliziyweni yakhe, ukuba angazingcolisi ngokudla kokumkani nangewayini ayiselayo; ngoko ke wambongoza umantyi ukuba angamngcolisi.

Yabelana
Funda UDANIYELI 1

UDANIYELI 1:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa u‐Danyeli wabeka entliziyweni yake ukuba angazinco̔lisi ngokutya okumnandi kwokumkani, nangeveyine yokusela kwake; ngako wacela enkosini yabatenwa ukuba angazinco̔lisi.

Yabelana
Funda UDANIYELI 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo