KWABASEKOLOSE 4:6
KWABASEKOLOSE 4:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ukuteta kwenu makube ngofefe ngamaxesha onke, kuvakalisiwe ngetyuwa, ukuze nikwazi ukuba nifanele ukuti nina ukupendula bonke abanye ngabanye.
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 4KWABASEKOLOSE 4:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuthetha kwenu makuhlale kumnandi, kuvakalisiwe ngetyuwa, ukuze nazi ukuba nimelwe kukuthini na ukuphendula bonke ngabanye.
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 4KWABASEKOLOSE 4:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Incoko yenu mayisoloko imnandi, inika umdla. Fundani ukucebisana kakuhle nomntu ngamnye enidibana naye.
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 4KWABASEKOLOSE 4:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ukuthetha kwenu makuhlale kumnandi, kuvakalisiwe ngetyuwa, ukuze nazi ukuba nimelwe kukuthini na ukuphendula bonke ngabanye.
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 4