KWABASEKOLOSE 3:9-10
KWABASEKOLOSE 3:9-10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Musani ukuxokisana, nizihlubile nje umntu omdala, kunye nezenzo zakhe, nambatha lowo umtsha, uhlaziyelwa ekwazini okuhle, ngokomfanekiselo walowo wamdalayo
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 3KWABASEKOLOSE 3:9-10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngoku nisilahlileyo isimo esidala sanukuxokisana. Kaloku ngoku nambethe isimo esitsha, athe chu kuhle ukusihlaziya uThixo, ukuze sifuze yena mdali waso, nokuze nani nimazi ngokupheleleyo.
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 3