KWABASEKOLOSE 2:9-10
KWABASEKOLOSE 2:9-10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokuba kuhleli kuye konke ukuzaliseka kobuThixo ngokomzimba; kanjalo nigqibelèle kuye, oyintloko yabo bonke ubulawuli negunya
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 2KWABASEKOLOSE 2:9-10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuba kaloku ubume bobomi bukaThixo bukho ngokupheleleyo kuKrestu ongumntu; yaye ke nimanywe naye nje, niphiwe ubomi obupheleleyo. Kaloku yena yintloko: liphantsi kwakhe lonke igunya namandla.
Yabelana
Funda KWABASEKOLOSE 2