IZENZO 7:34
IZENZO 7:34 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiyibonile ingcinezelo nentlupheko yabantu bam eJiputa; ndisivile isikhalo sabo; ke ngoku ndize kubahlangula. Yiza ke, ndikuthume eJiputa.’
Yabelana
Funda IZENZO 7IZENZO 7:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndikubonile ndakubona ukuphathwa kakubi kwabantu bam abaseYiputa, ndakuva nokuncwina kwabo; ndihlile, ukuze ndibahlangule. Yiza ngoku, ndikuthume eYiputa.
Yabelana
Funda IZENZO 7IZENZO 7:34 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndiyibonile ingcinezelo nentlupheko yabantu bam eJiputa; ndisivile isikhalo sabo; ke ngoku ndize kubahlangula. Yiza ke, ndikuthume eJiputa.’
Yabelana
Funda IZENZO 7