IZENZO 3:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZENZO 3:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayibamba ngesandla sokunene, wayivusa; zomelezeka ke kwalapho iinyawo zayo namaqatha ayo.
IZENZO 3:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba etshilo, wayibamba ngesandla sokunene, wayiphakamisa. Ngoko nangoko iinyawo namaqatha ayo omelela.
IZENZO 3:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wayibamba ngesokunene isandla, wayisukisa: zasezisomelela inyawo zayo namaqata ayo kwa oko.
IZENZO 3:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wayibamba ngesandla sokunene, wayiphakamisa; zomelezeka kwaoko iinyawo zayo namaqatha ayo.