IZENZO 24:2 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZENZO 24:2 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke akubizwa, waqala uTertulo ukummangalela, esithi
Yabelana
IZENZO 24 XHO75IZENZO 24:2 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Weziswa uPawulos, waza uTertulo wammangalela wenjenje: “Felekis, mhlekazi ohloniphekileyo, ukulawula kwakho ngobulumko kuze nethuba elide loxolo. Nezinye izinto eziyimfuneko zenkqubela siyazibona zisenzeka kweli lizwe lethu.
Yabelana
IZENZO 24 XHO96IZENZO 24:2 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akubizwa, waqala u‐Tetulusi ukumnika ityala, esiti: Ukuba sizuza uxolo olukulu ngawe, nokuba izenzo ezincedayo kakuhle zisenzelwa uhlanga olu ngokwazalelela kwako
Yabelana
IZENZO 24 XHO1902AIZENZO 24:2 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ke kaloku, akubizelwa ndawonye, waqala uTertulo ukummangalela, esithi, Sizola kakhulu ngawe, nokuthi lusenzelwa olu hlanga imisebenzi emihle kakhulu, ngolungiselelo lwakho
Yabelana
IZENZO 24 CXB24