IZENZO 2:7 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
IZENZO 2:7 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi nqa ke bonke, bamangaliswa, wathi omnye komnye, Kanene aba bonke bathethayo asingamaGalili na?
IZENZO 2:7 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bethe khumnqa, bathi: “Okunene aba bantu ngamaGalili bonke!
IZENZO 2:7 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babemangaliswa ke bonke, bati nqa, besiti omnye kwomnye: Bona ke, bonke aba abatetayo asi ngawo ama‐Galili na?
IZENZO 2:7 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Bathi nqa ke bonke, bamangaliswa, wathi omnye komnye, Kanene aba bonke bathethayo asingamaGalili na?