IZENZO 2:20
IZENZO 2:20 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ilanga liya kuguqulwa libe bumnyama, nenyanga ibe ligazi, ungekafiki umhla omkulu okazimlayo KAYEHOVA.
Yabelana
Funda IZENZO 2IZENZO 2:20 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ilanga liya kusuka libe mnyama, Ithi inyanga ibe ligazi, Phambi kokuba ize imini yeNkosi, Leyo inkulu ibalulekileyo.
Yabelana
Funda IZENZO 2IZENZO 2:20 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ilanga liya kujika libe bubumnyama, inyanga ibe bomvu njengegazi, phambi kokufika kwaloo mhla mkhulu udumileyo weNkosi.
Yabelana
Funda IZENZO 2