Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IZENZO 18:10

IZENZO 18:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

kuba mna ndinawe, kanjalo akukho namnye uya kukusa sandla, akuphathe kakubi; ngokuba ndinabantu abaninzi kulo mzi.

Yabelana
Funda IZENZO 18

IZENZO 18:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

ngokokuba mna ndinawe, kanjalo akukho namnye uya kukusa sandla, akuphathe kakubi; ngokokuba ndinabantu abaninzi kuló mzi.

Yabelana
Funda IZENZO 18

IZENZO 18:10 IBHAYIBHILE (XHO96)

kuba mna ndinawe. Akukho mntu uya kukuchukumisa, kuba baninzi abantu bam kule dolophu.”

Yabelana
Funda IZENZO 18

IZENZO 18:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

kuba mna ndinawe, kanjalo akukho namnye uya kukusa sandla, akuphathe kakubi; ngokuba ndinabantu abaninzi kulo mzi.

Yabelana
Funda IZENZO 18

IZENZO 18:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

ngokuba ndinawe mna, kwaye kungayi kuwelana nawe namnye ukuze akwenzakalise; ngokuba ndinabantu abaninzi kwesisixeko.

Yabelana
Funda IZENZO 18
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo