Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IZENZO 17:31

IZENZO 17:31 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

ngokokuba emise umhla, aza kuligweba ngawo elimiweyo ngobulungisa, ngendoda awayimisayo, ebanike bonke ukholo ngokuyivusa kwabafileyo.

Yabelana
Funda IZENZO 17

IZENZO 17:31 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

ngokokuba emise umhla, aza kuligweba ngawo elimiweyo ngobulungisa, ngendoda awayimisayo, ebanike bonke ukholo ngokuyivusa kwabafileyo.

Yabelana
Funda IZENZO 17

IZENZO 17:31 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku uwumisele umhla apho aya kuligweba ihlabathi lonke liphela ngobulungisa, ngeNdoda ayimiseleyo. Le nto uyingqine kubantu bonke ngokuyivusa loo Ndoda ekufeni.”

Yabelana
Funda IZENZO 17

IZENZO 17:31 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba umise umhla, aza kuligweba ngawo elimiweyo ngobulungisa, ngendoda ayimiseleyo; abanike isiqinisekiso bonke abantu ngokumvusa kwabafileyo.

Yabelana
Funda IZENZO 17

IZENZO 17:31 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokokuba emisile umhla, okungawo uya kugweba ilizwe ngobulungisa, ngendoda ayibaluleyo, ebenzele bonke isiqiniso ngokuyivusa kwabafileyo.

Yabelana
Funda IZENZO 17
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo