IZENZO 12:5
IZENZO 12:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza ke uPetros wagcinwa entolongweni apho, kodwa amaKrestu wona azingisa ukumthandazela kuThixo, lo gama avalelweyo.
Yabelana
Funda IZENZO 12IZENZO 12:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wagcinwa ngoko okunene uPetros entolongweni; ke kwathandazwa libandla ngenyameko kuThixo ngenxa yakhe.
Yabelana
Funda IZENZO 12IZENZO 12:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Waza ke uPetros wagcinwa entolongweni apho, kodwa amaKrestu wona azingisa ukumthandazela kuThixo, lo gama avalelweyo.
Yabelana
Funda IZENZO 12