IZENZO 11:26
IZENZO 11:26 IBHAYIBHILE (XHO96)
Akumfumana, waya naye eAntiyokwe. Yaba ngunyaka wonke aba babini behlala phakathi kwebandla elo, baza baqeqesha iqela elikhulu. Kwakulapha eAntiyokwe apho abalandeli bakaYesu baqala ukubizwa ngokuba ngamaKrestu.
IZENZO 11:26 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Uthe akuba emfumene, wamsa kwa-Antiyokwe. Ke kaloku kwathi, umnyaka uphela, bahlangana nebandla, bafundisa inani elaneleyo. Kwaye abafundi babizwa ngokuba ngamaKristu kuqala kwa-Antiyokwe.
IZENZO 11:26 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
wathi akuba emfumene, wamsa kwa-Antiyokwe. Kwathi ke, umnyaka uphela, bahlangana nebandla, bafundisa inani elaneleyo. Kananjalo abafundi baqala ukubizwa ukuba ngamaKristu kwa-Antiyokwe.