KUTIMOTI II 1:7
KUTIMOTI II 1:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba uThixo akasinikanga moya wabugwala; wasinika owamandla, nowothando, nowesidima.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 1KUTIMOTI II 1:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuba kaloku uMoya esimnikwe nguThixo asingowobuphakuphaku, koko uvuselela isibindi, uthando, nokuzeyisa.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 1KUTIMOTI II 1:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba uThixo akasinikanga moya wabugwala; koko ngamandla, nangothando, nangengqondo ephilileyo.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 1

