KUTIMOTI II 1:6
KUTIMOTI II 1:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Endithi ngenxa yelo thuba ndikukhumbuze, ukuba usikhwezele isipho sokubabalwa kwakho nguThixo, esikhoyo kuwe ngokubekwa kwezandla zam phezu kwakho.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 1KUTIMOTI II 1:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngenxa yeso sizathu ndiyakukhumbuza ukuba usivuselele eso sipho wasinikwa nguThixo ukukubeka kwam izandla.
Yabelana
Funda KUTIMOTI II 1