KUTIMOTI II 1:12
KUTIMOTI II 1:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
endithi kananjalo ngenxa yeli thuba ndive obu bunzima. Noko ke andinazintloni; kuba ndiyamazi endikholiweyo nguye; kanjalo ndithi, ndeyisekile ukuba únako ukuyigcina into endimphathisileyo, ese kuloo mini.
KUTIMOTI II 1:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Yiyo le nto ndinyamezele le meko nje. Kanti ke andoyiki nto ngaloo nto, kuba ndiyamazi kaloku endimthembileyo. Ndimthembile kuba unako kaloku ukuyilondoloza loo nto andigcinise yona, kude kufike loo Mini yakhe.
KUTIMOTI II 1:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kungenxa yoko le nto ndibandezelekayo; noko ke andinazintloni, kuba ndiyamazi endikholiweyo nguye; kananjalo ndeyisekile kukuba unako ukuyigcina into endimphathisileyo, ese kuloo mini.
KUTIMOTI II 1:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
enditi kanjalo ngenxa yalendawo ndizive ezizinto: andinantloni noko; ngokuba ndimazi lowo endibekile kuye itemba lam, ndikolwa kanjako ukuba unamandla ukugcina oko ndikubekeleyo kuye kude kube ngumhla lowo.