Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASETESALONIKA II 2:3

KWABASETESALONIKA II 2:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Makungabiko mntu onilukuhlayo nganye indawo: kuba umhla lowo ungayi kuza, xeshekweni kungeziyo upambuko tanci, aze atyilwe umntu wesono, unyana wentshabalalo

Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA II 2

KWABASETESALONIKA II 2:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Makungabikho bani unilukuhlayo nangalunye uhlobo; ngokuba ayinakufika yona, lungakhanga lufike ulahlo kuqala, atyhileke umntu wesono, unyana wotshabalalo

Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA II 2

KWABASETESALONIKA II 2:3 IBHAYIBHILE (XHO96)

Sanukuvuma nilahlekiswe mntu. Kaloku loo Mini ayinako ukufika lungakhange lubekho uvukelo-mbuso lokugqibela, andule ke ukucaca umchasi-mthetho, umfo okhohlakeleyo ochasana noThixo, omiselwe intshabalalo, avele elubala.

Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA II 2

KWABASETESALONIKA II 2:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Makungabikho bani unilukuhlayo nangalunye uhlobo; ngokuba ayinakufika yona, lungakhanga lufike ulahlo kuqala, atyhileke loo mntu wesono, unyana wentshabalalo

Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA II 2

KWABASETESALONIKA II 2:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Makungabiko mntu onilukuhlayo nganye indawo: kuba umhla lowo ungayi kuza, xeshekweni kungeziyo upambuko tanci, aze atyilwe umntu wesono, unyana wentshabalalo

Yabelana
Funda KWABASETESALONIKA II 2
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo