Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI II 24:25

USAMUWELI II 24:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wakhela apho ke uDavide isibingelelo kuYehova, wanyusa amadini anyukayo nemibingelelo yoxolo. Wathandazeka ke uYehova ngenxa yelizwe; sathintelwa isibetho kumaSirayeli.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 24

USAMUWELI II 24:25 IBHAYIBHILE (XHO96)

UDavide ke wakhela uNdikhoyo iqonga lamadini apho, waza wenza amadini atshiswayo kunye nawobudlelwana. Wakuva uNdikhoyo ukuthandazelwa kwelizwe, satsho saphela isibetho sikabhubhani kwaSirayeli.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 24

USAMUWELI II 24:25 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uDavide wamakhela khona uYehova isibingelelo waza wanikela iminikelo etshiswayo nemibingelelo yombulelo. Ngoko uYehova walithandazela ilizwe, yaye isibetho sayeka kwaSirayeli.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 24

USAMUWELI II 24:25 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza u‐Davide wakela kona KUYEHOVA isibingelo, wanikela amadini okutshiswa neminikelo yoxolo. Ngako UYEHOVA wakungeleka ngenxa yelizwe, sada sanqamka isibulalo kwa‐Sirayeli.

Yabelana
Funda USAMUWELI II 24
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo