Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KAPETROS II 2:9

KAPETROS II 2:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

iyakwazi iNkosi ukubahlangula ekuhendweni abahlonela uThixo; ke abangemalungisa ibagcinele imini yomgwebo, ukuba babethwe

Yabelana
Funda KAPETROS II 2

KAPETROS II 2:9 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kodwa ke iNkosi iyabahlangula ezilingweni abantu abayithobelayo. Ke bona abangayithobeliyo ibagcinele ukubohlwaya ngomhla womgwebo

Yabelana
Funda KAPETROS II 2

KAPETROS II 2:9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

iyakwazi iNkosi ukubahlangula ekuhendweni abahlonela uThixo

Yabelana
Funda KAPETROS II 2

KAPETROS II 2:9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

iyakwazi INKOSI ukuhlangula ababedeshekileyo ekulingweni, nokugcinela abangalungileyo umhla womgwebo ukuba bohlwaywe

Yabelana
Funda KAPETROS II 2
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo