Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KAPETROS II 2:19

KAPETROS II 2:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Bebathembisa nje inkululeko, bona ngokwabo bangabakhonzi bokonakala; kuba lowo athi ubani eyiswe nguye, ukhonzisiwe nokukhonziswa kuye.

Yabelana
Funda KAPETROS II 2

KAPETROS II 2:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Bebathembisa nje inkululeko, bona ngokwabo bangabakhonzi bokonakala; kuba lowo athi ubani eyiswe nguye, ukhonzisiwe nokukhonziswa kuye.

Yabelana
Funda KAPETROS II 2

KAPETROS II 2:19 IBHAYIBHILE (XHO96)

Babathembisa inkululeko, kodwa bona ngokwabo basabopheleleke kwimikhwa yokuzibhubhisa. Kaloku umntu uba likhoboka layo nayiphi na into angalumlekiyo kuyo.

Yabelana
Funda KAPETROS II 2

KAPETROS II 2:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Bebathembisa nje inkululeko, bona ngokwabo bangabakhonzi bokonakala

Yabelana
Funda KAPETROS II 2

KAPETROS II 2:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

bebatembisa nje inkululeko, bona ngokwabo bengamakonza olwonakalo: ngokuba lowo umntu oyiswayo nguye, ekonziswa nguye lo kanjalo.

Yabelana
Funda KAPETROS II 2
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo