Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KAPETROS II 1:5-7

KAPETROS II 1:5-7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ewe, ngenxa yoko, nákuba niqokele ukukhuthala konke, yithini elukholweni lwenu nongezelele isidima; esidimeni ke, ukwazi; ekwazini ke, ukuzeyisa; ekuzeyiseni ke, umonde; emondeni ke, ukuhlonela uThixo; ekuhloneleni ke uThixo, ukuthanda abazalwana; ekuthandeni ke abazalwana, ukuthanda abantu bonke.

Yabelana
Funda KAPETROS II 1

KAPETROS II 1:5-7 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngenxa yaloo nto ke kufuneka nenze unako-nako ukongezelela ukholo ngesidima, nesidima ngengqiqo, ingqiqo ngokuzeyisa, nokuzeyisa ngonyamezelo, unyamezelo ngembeko, nembeko ngokuhlobana, nokuhlobana ngokuthanda abantu bonke.

Yabelana
Funda KAPETROS II 1

KAPETROS II 1:5-7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngoko ke, ngenxa yoko, nakuba niqokele ukukhuthala konke, nongezelele isidima elukholweni lwenu; nasesidimani ukwazi; ekwazini ukuzeyisa; nasekuzeyiseni umonde; nasekunyamezeleni ukuhlonela uThixo; nasekuhloneleni uThixo, ukuthanda abazalwana; nakuthando lobuzalwana.

Yabelana
Funda KAPETROS II 1

KAPETROS II 1:5-7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

kwa ngenxa yako oku ke, senisongeza konke ukuku̔tala nje, yalekelani kulo ukolo lwenu ulwomelelo, nakulo ulwomelelo lwenu ukwazi, nakuko ukwazi kwenu ubunca̔tu, nakubo ubunca̔tu benu umonde, nakuwo umonde wenu ububedesho, nakubo ububedesho benu ukutanda abazalwana, nakuko ukutanda abazalwana kwenu utando.

Yabelana
Funda KAPETROS II 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo