Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

OOKUMKANI II 6:5

OOKUMKANI II 6:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kekaloku xeshekweni omnye abewisa umqadi, yati intsimbi yeyela emanzini; waza wakala, wati: Au, nkosi! ngokuba ibibolekiwe.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 6

OOKUMKANI II 6:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kwathi, omnye ewisa umqadi, intsimbi yeyela emanzini; wakhala, wathi, Yoo, nkosi yam! ibibolekiwe.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 6

OOKUMKANI II 6:5 IBHAYIBHILE (XHO96)

Omnye wabo uthe esagawula umthi, suka lapoqa izembe lakhe, le ndawo iyintsimbi yatshona emanzini. Wakhala watsho ebhekisa kuElisha: “Awu, ibingelilo nelam, belibolekiwe!”

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 6

OOKUMKANI II 6:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kodwa xa omnye wayegawula umthi, izembe lawela emanzini, waza wadanduluka wathi: “Owu! ngokuba libolekiwe.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 6

OOKUMKANI II 6:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kekaloku xeshekweni omnye abewisa umqadi, yati intsimbi yeyela emanzini; waza wakala, wati: Au, nkosi! ngokuba ibibolekiwe.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 6
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo