Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

OOKUMKANI II 5:11

OOKUMKANI II 5:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Waba noburhalarhume uNahaman, wemka, wathi, Bonani, bendiba mna wophuma eze kum, eme anqule igama likaYehova uThixo wakhe, awangawangise isandla sakhe phezu kwale ndawo, alisuse iqhenqa.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 5

OOKUMKANI II 5:11 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kambe ke uNahaman wemka apho egqusha ngumsindo, esithi: “Mna bendicinga ukuba lo mfo uya kuphuma eze kum, akhe eme anqule igama likaNdikhoyo uThixo wakhe, futhi akhe awangawangise nangesandla kule ndawo, ukuze ke ndinyangeke.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 5

OOKUMKANI II 5:11 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Waqumba uNahaman, wemka, wathi, Yabona, ndithe, Uya kuphuma eze kum, eme, alibize igama likaYehova uThixo wakhe, asibethe isandla sakhe phezu kwendawo eneqhenqa.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 5

OOKUMKANI II 5:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa waqumba u‐Nahamane, wemka, wati: Bona ke, bendisiti pakati kwam, woka apumele kum, eme, abize ngegama LIKAYEHOVA, LOTIXO wake, ashukumise isandla sake pezu kwendawo, apilise ileperi

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo