Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

OOKUMKANI II 4:34

OOKUMKANI II 4:34 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wenyuka, walala phezu komntwana lowo, wabeka umlomo wakhe phezu komlomo wakhe, amehlo akhe phezu kwamehlo akhe, izandla zakhe phezu kwezandla zakhe, wazolula phezu kwakhe; yafudumala inyama yomntwana.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 4

OOKUMKANI II 4:34 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke wazolula apho phezu kwaloo nkwenkwe, yangumlomo emlonyeni, neliso elisweni, nezandla ezandleni. Kuthe ke kusenjalo, suka waya ufudumala ngokufudumala umzimba wenkwenkwe leyo.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 4

OOKUMKANI II 4:34 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wenyuka, wangqengqa phezu komntwana lowo, wabeka umlomo wakhe emlonyeni wakhe, namehlo akhe phezu kwamehlo akhe, nezandla zakhe phezu kwezandla zakhe; yafudumala inyama yomntwana.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 4

OOKUMKANI II 4:34 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza wakwela, walala pezu kwomntwana, wabeka umlomo wake pezu kwowake umlomo, namehlo ake pezu kwawake amehlo, nezandla zake pezu kwezake izandla, wazitoba pantsi pezu kwake: yada inyama yomntwana yafudumala.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo