OOKUMKANI II 4:2
OOKUMKANI II 4:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waye u‐Elisha esiti kuye: Ndiya kukwenzela nto nina? ndixelele ke, unanto nina endlwini? Wati yena: Isicakakazi sako asinanto endlwini, kupela liselwa leoli.
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 4OOKUMKANI II 4:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uElisha kuye, Ndikwènzele ntoni na? Ndíxelele, unantoni na endlwini? Wathi, Umkhonzazana wakho akananto endlwini, kuphela ligubu leoli.
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 4OOKUMKANI II 4:2 IBHAYIBHILE (XHO96)
UElisha wathi kuye: “Ndingakunceda kanjani ke? Khawutsho, unantoni endlwini yakho?” Ke yena wathi: “Akukho nto sinayo isicakazana sakho esi ngaphandle kwengqayana yamafutha omnquma.”
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 4