OOKUMKANI II 3:15
OOKUMKANI II 3:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa kaloku ndiziseleni umculisi. Kwaye kute, akuculisa umculisi, sandula isandla SIKAYEHOVA seza pezu kwake
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 3OOKUMKANI II 3:15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ndiziseleni ke ngoko umkhonzi. Ke kaloku, esamemeza umkhonzi, isandla seNkosi saba phezu kwakhe.
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 3OOKUMKANI II 3:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndíziseleni ke ngoku umbethi-luhadi. Kwathi, xa umbethi-luhadi lo alubethayo, samfikela isandla sikaYehova.
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 3OOKUMKANI II 3:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke khawuze nomdlali wehapu.” Uthe ke umdlali-hapu lowo akuyikhalisa, satsho saphezu koElisha isandla sikaNdikhoyo
Yabelana
Funda OOKUMKANI II 3