Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

OOKUMKANI II 1:10

OOKUMKANI II 1:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Waphendula uEliya, wathi kumthetheli-mashumi-mahlanu, Ukuba ke mna ndingumfo wakwaThixo, makuhle umlilo ezulwini, ukudle wena namashumi omahlanu akho. Kwehla ke umlilo ezulwini, wamdla yena namashumi omahlanu akhe.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 1

OOKUMKANI II 1:10 IBHAYIBHILE (XHO96)

UEliya waphendula wathi kwelo gosa lomkhosi: “Ukuba ke ndingumfo wakwaThixo, ngamana kwehla umlilo ezulwini, ukutshise ndawonye nala madoda akho angamashumi amahlanu!” Kwehla umlilo ezulwini, walitshisa elo gosa ndawonye naloo madoda alo angamashumi amahlanu.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 1

OOKUMKANI II 1:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Waphendula uEliya, wathi kumthetheli-mashumi-mahlanu, Ukuba ke ndingumfo wakwaThixo, makuhle umlilo ezulwini, ukutshise wena namashumi omahlanu akho. Kwehla umlilo ezulwini, wamtshisa yena namashumi omahlanu akhe.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 1

OOKUMKANI II 1:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa wapendula u‐Elija, wati kuyo inkosi yamashumi mahlanu: Ukuba ke ndiyindoda KATIXO mna, mauhle umlilo ezulwini, udle wena namashumi mahlanu ako. Waza wehla umlilo ezulwini, wadla yona namashumi mahlanu ayo.

Yabelana
Funda OOKUMKANI II 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo