KWABASEKORINTE II 9:7
KWABASEKORINTE II 9:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Elowo makanike njengoko agqibe ngako entliziyweni; makungabi kokuphuma kabuhlungu, nangokunyanzelwa; kuba uThixo uthanda umphi ochwayithileyo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 9KWABASEKORINTE II 9:7 IBHAYIBHILE (XHO96)
Elowo ke makanikele kangangoko agqibe ngako, engenasikrokro, engaziva enyanzelekile, kuba uThixo uthanda umntu opha ngobubele.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 9KWABASEKORINTE II 9:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Elowo makanike njengoko agqibe ngako entliziyweni; kungabi ngokuphuma kabuhlungu, nangokunyanzelwa; kuba uThixo uthanda umphi ochwayithileyo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 9