KWABASEKORINTE II 9:6
KWABASEKORINTE II 9:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kodwa oku ndiyakutsho: Ohlwayelayo ngokuncinane uya kuvuna nangokuncinane; nohlwayelayo ngokuninzi uya kuvuna nangokuninzi.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 9KWABASEKORINTE II 9:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Qondani ke le nto: Lowo uhlwayela ngokuvimba wovuna kwangokuvimba; nalowo uhlwayela ngesisa wovuna kwangesisa.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 9KWABASEKORINTE II 9:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nize nikhumbule ukuba ohlwayela kancinane uvuna kancinane, ohlwayela kakhulu avune isivuno esikhulu.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 9KWABASEKORINTE II 9:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Nditsho ke ukuthi, Lowo uhlwayela ngokuvimba wovuna kwangokuvimba; nalowo uhlwayela ngesisa wovuna kwangesisa.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 9