KWABASEKORINTE II 5:21
KWABASEKORINTE II 5:21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
kuba lowo ungazani nasono, wamenza isono ngenxa yethu, ukuze thina sibe bubulungisa bukaThixo kuye.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 5KWABASEKORINTE II 5:21 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nangona wayengenasono uKrestu, kodwa ngenxa yethu, uThixo wamenza wanenxaxheba kwisono sethu, ukuze thina sithi ngokumanywa naye sibe nenxaxheba ebulungiseni bukaThixo.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 5KWABASEKORINTE II 5:21 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
kuba lowo ungazani nasono, wamenza isono ngenxa yethu; ukuze thina sibe bubulungisa bukaThixo kuye.
Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 5