KWABASEKORINTE II 5:17 - Compare All Versions

KWABASEKORINTE II 5:17 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ngoko ke, ukuba ubani ukuKristu, usisidalwa esitsha; izinto ezindala zidlule; bonani ke, zisuke zaba ntsha izinto zonke zakhe.

KWABASEKORINTE II 5:17 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Akuba umntu emanywe noKrestu uba yindalo entsha – isimo esidala yinto yezolo, sekuqaleke isimo esitsha.

KWABASEKORINTE II 5:17 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kwa njalo ukuba umntu ukuye u‐Kristu, usisidalwa esitsha: izinto zakudala zidlulile; bona ke, zonke izinto ziba zintsha.

KWABASEKORINTE II 5:17 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ngoko ke, ukuba ubani ukuKristu, usisidalwa esitsha; izinto ezindala zidlule; yabonani, zisuke zaba ntsha izinto zonke.