Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE II 5:15-16

KWABASEKORINTE II 5:15-16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

wabafela ke bonke, ukuze abo badla ubomi bangabi sazidlela ubomi, babudlele owafayo wavuka ngenxa yabo. Ngoko ke thina, sisusela kweli xesha, asisazi namanye ngokwenyama; nokuba ke besimazi uKristu ngokwenyama, kungoku asisamazi ngokwenyama.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 5

KWABASEKORINTE II 5:15-16 IBHAYIBHILE (XHO96)

Wafela abantu bonke, ukuze abo basaphilayo bangabi saziphilela, kodwa baphilele yena wafayo wavuka ngenxa yabo. Ngoko ke asisagwebi mntu ngomgangatho wehlabathi. Noba singade sibe sakha samthatha ngolo hlobo uKrestu, asisayenzi loo nto ngoku.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 5

KWABASEKORINTE II 5:15-16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

wabafela ke bonke, ukuze abo badla ubomi bangabi sazidlela ubomi, babudlele owafayo wavuka ngenxa yabo. Ngoko ke thina sisusela kweli xesha, asisazi namnye ngokwenyama; nokuba ke besimazi uKristu ngokwenyama, kungoku asisamazi ngokwenyama.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 5

KWABASEKORINTE II 5:15-16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

kanjalo wafela bonke, ukuze abo bahleliyo bangabi sazihlalela bona, koko bahlalele lowo ute ngenxa yabo wafa wabuya wavuka. Kwa njalo tina emveni kwakaloku nje asazi ngokwenyama namnye umntu: ewe nokuba simazile ngokwenyama u‐Kristu, noko ngoku asisamazi.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo