Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE II 4:7

KWABASEKORINTE II 4:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke kaloku obu butyebi sibuphethe ngezitya zodongwe, ukuze incamisa yamandla ibe yekaThixo, ingaphumi kuthi.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4

KWABASEKORINTE II 4:7 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kambe ke obu butyebi sibuphethe ngezitya zodongwe, ukuze kucace ukuba amandla ancamisayo ngakaThixo, akangowethu.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4

KWABASEKORINTE II 4:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ke kaloku obu butyebi sibuphethe ngezitya zodongwe, ukuze incamisa yamandla ibe yekaThixo, ingaphumi kuthi.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4

KWABASEKORINTE II 4:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa sinayo indyebo le ezimpahleni zodongwe, ukuze ubungangamsha bamandla bube bo BUKATIXO, bungabi bobakuti ke

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4

KWABASEKORINTE II 4:7

KWABASEKORINTE II 4:7 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo