Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE II 4:18

KWABASEKORINTE II 4:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kuba ezibonwayo zezomzuzwana, ke zona ezingabonwayo zezonaphakade.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4

KWABASEKORINTE II 4:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke asilangazeleli zinto zibonwayo, silangazelela ezingabonwayo. Kaloku ezibonwayo izinto zezexeshana nje, kanti ezingabonakaliyo ziya kuhlala zihleli.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4

KWABASEKORINTE II 4:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kaloku thina asixuneli ezintweni ezibonwayo, sixunela kwezingabonwayo; kuba ezibonwayo zezexeshana; ke zona ezingabonwayo zezonaphakade.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4

KWABASEKORINTE II 4:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

nxa singagqali izinto ezibonwayo, koko sigqala izinto ezingabonwayo; ngokuba izinto ezibonwayo zezomzuzu kodwa, kanti izinto ezingabonwayo zingunapakade.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 4

KWABASEKORINTE II 4:18

KWABASEKORINTE II 4:18 XHO75KWABASEKORINTE II 4:18 XHO75KWABASEKORINTE II 4:18 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo