Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE II 10:4

KWABASEKORINTE II 10:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

kuba zona iintonga esiphuma ngazo umkhosi, azizenzenyama; kuye uThixo zinamandla okuwisa iinqaba

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 10

KWABASEKORINTE II 10:4 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku izixhobo esilwa ngazo ayizizo ezehlabathi, koko zizikrweqe ezomeleleyo zikaThixo. Ngazo ke sidiliza iinqaba. Ewe, sichitha iingxoxo ezilahlekisayo

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 10

KWABASEKORINTE II 10:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

(Kuba izixhobo zethu zemfazwe ayizizo ezenyama, kodwa ngaye uThixo zinamandla okuwisa iinqaba;)

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 10

KWABASEKORINTE II 10:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

(ngokuba izikali zokulwa kwetu zingebunyama, koko zinamandla pambi KWOTIXO kuze kube kukuci̔twa kwazo inqaba:)

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 10
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo