Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KWABASEKORINTE II 1:5

KWABASEKORINTE II 1:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba, njengokuba iintlungu zikaKristu ziphuphumela kuthi, ngokunjalo ithi nentuthuzelo yethu iphuphume ngoKristu.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 1

KWABASEKORINTE II 1:5 IBHAYIBHILE (XHO96)

Njengoko ziphuphumela kuthi iimbandezelo zikaKrestu, ngokunjalo ke, kwangaye uKrestu, iphuphumela kuni nentuthuzelo yethu.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 1

KWABASEKORINTE II 1:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kaloku, njengokuba iintlungu zikaKristu ziphuphumela kuthi, ngokunjalo ithi nentuthuzelo yethu iphuphume ngoKristu.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 1

KWABASEKORINTE II 1:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kuba njengokuba intlungu zika‐Kristu zikolisa ukusandela, kwa njalo ngaye u‐Kristu lukolisa ukwanda nonwabiso lwetu.

Yabelana
Funda KWABASEKORINTE II 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo