KUTIMOTI I 2:8 - Compare All Versions

KUTIMOTI I 2:8 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ngoko ndinga angathandaza amadoda kuzo zonke iindawo, ephakamisa izandla ezingcwele, engenangqumbo, engenantandabuzo.

KUTIMOTI I 2:8 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ngoko ke ngumnqweno wam ukuba imithandazo yenziwe ngamadoda emabandleni onke, ethandaza ephakamise izandla ngeenjongo ezimsulwa, engahambisani neengxabano nomsindo.

KUTIMOTI I 2:8 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Ndinga ke angati wona amadoda atandaze kuzo zonke indawo, epakamisa izandla ezingcwele, engenakuqumba nokupikisana

KUTIMOTI I 2:8 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ngoko ndinga angathandaza amadoda kuzo zonke iindawo, ephakamisa izandla ezingcwele, engenangqumbo, engenantandabuzo.