KUTIMOTI I 1:17
KUTIMOTI I 1:17 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku, kuye uKumkani wawo amaphakade, ongenakonakala, ongenakubonakala, kuThixo olumkileyo yedwa, makubekho imbeko nozuko, kuse emaphakadeni asemaphakadeni. Amen.
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 1KUTIMOTI I 1:17 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuye uKumkani ongunaphakade, yena ongagugiyo, ongabonwayo, uThixo yedwa – kuye makubekho isidima nobungangamela kude kube ngunaphakade kanaphakade! *Amen.
Yabelana
Funda KUTIMOTI I 1