USAMUWELI I 18:1
USAMUWELI I 18:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kwaye kute, akuba egqibile ukuteta ku‐Saule, wandula umpefumlo ka‐Jonatane wanxityelelwa empefumlweni ka‐Davide; waye u‐Jonatane wamtanda njengompefumlo wake.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 18USAMUWELI I 18:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kwathi, xa agqibileyo ukuthetha kuSawule, umphefumlo kaYonatan wabophana nomphefumlo kaDavide; uYonatan wamthanda njengomphefumlo wakhe.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 18USAMUWELI I 18:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Bayigqiba incoko yabo ooSawule noDavide. Intliziyo yonyana kaSawule, uJonatan, yaphakelana kanobom nekaDavide, wamthanda ngale ndlela azithanda ngayo yena.
Yabelana
Funda USAMUWELI I 18