Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI I 17:47

USAMUWELI I 17:47 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

lazi lonke eli bandla, ukuba àkungakrele, àkungantshuntshe ukusindisa kukaYehova; ngokuba imfazwe yekaYehova; wòninikela ke esandleni sethu.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 17

USAMUWELI I 17:47 IBHAYIBHILE (XHO96)

Sonke esi sihlwele esihlangene apha soqonda ukuba uNdikhoyo akadingi makrele namikhonto ukusindisa abantu bakhe. Nguye olilawulayo idabi, yaye nonke uza kuninikela ezandleni zethu.”

Yabelana
Funda USAMUWELI I 17

USAMUWELI I 17:47 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Liya kwazi lonke eli bandla, ukuba uYehova akahlanguli ngakrele nantshuntshe; ngokuba imfazwe yekaYehova, woninikela esandleni sethu.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 17

USAMUWELI I 17:47 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

kanjalo wonke lomhlambi wokwazi ukuba UYEHOVA akasindisi ngeṙele nangentshuntshe; ngokuba ukulwa kuko KUKAYEHOVA, oya kuninikela esandleni setu.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 17
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo