Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI I 15:29

USAMUWELI I 15:29 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kananjalo uQele-likaSirayeli akaxoki, akazohlwayi; ngokuba akangumntu ukuba azohlwaye.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 15

USAMUWELI I 15:29 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kananjalo uQele-likaSirayeli akaxoki, akazohlwayi; ngokuba akangumntu ukuba azohlwaye.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 15

USAMUWELI I 15:29 IBHAYIBHILE (XHO96)

USimakade uThixo kaSirayeli akaxoki yena, yaye akaguquguquki. Kaloku akangomntu ulala neli avuke neli.”

Yabelana
Funda USAMUWELI I 15

USAMUWELI I 15:29 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kananjalo amandla kaSirayeli akaxoki, yaye abaguquki, kuba asingobantu ukuba baguquke.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 15

USAMUWELI I 15:29 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

kanjako oyinyaniso ka‐Sirayeli akaxoki, akaguquki nokuguquka; ngokuba engengumntu, ukuba aguquke.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 15
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo