Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

USAMUWELI I 12:24

USAMUWELI I 12:24 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Moyikeni uYehova nize nimkhonze ngokwenyaniso ngeentliziyo zenu zonke; ngokuba nizibonile izinto ezinkulu anenzele zona.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 12

USAMUWELI I 12:24 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kodwa moyikeni uYehova, nimkhonze ngenyaniso, ngentliziyo yenu yonke; ngokuba kuboneni okukhulu anenzele khona.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 12

USAMUWELI I 12:24 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kodwa uNdikhoyo nize nimthobele nimkhonze ninyanisekile ngomxhelo uphela. Kaloku nizibonile ukuba zinkulu kwazo izinto anenzele zona.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 12

USAMUWELI I 12:24 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Moyikeni uYehova nize nimkhonze ngokwenyaniso ngeentliziyo zenu zonke; ngokuba nizibonile izinto ezinkulu anenzele zona.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 12

USAMUWELI I 12:24 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

kodwa yoyikani UYEHOVA, nimkonze yena ngenyaniso ngayo yonke intliziyo yenu; ngokuba gqalani izinto ezingakanana azenzileyo kuni.

Yabelana
Funda USAMUWELI I 12
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo