Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KAPETROS I 5:8-9

KAPETROS I 5:8-9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Yibani nobungcathu, phaphani; ngokuba ummangaleli wenu, uMtyholi, uhamba njengengonyama egqumayo, efuna ubani angamginyayo; mchaseni lowo, nizimasekile elukholweni, nisazi ukuba kwaezo ntlungu ziyenzeka kubo abazalwana benu abasehlabathini.

Yabelana
Funda KAPETROS I 5

KAPETROS I 5:8-9 IBHAYIBHILE (XHO96)

Hlalani nithe qwa, nilumke! Kaloku ummangaleli wenu umtyholi ugquma njengengonyama. Uyajikeleza; uzingela umntu angamqwengayo. Yimani ningahexi elukholweni, nimchase. Khumbulani ukuba namanye amakholwa athubeleza kwiimbandezelo ezikwanjalo apha emhlabeni.

Yabelana
Funda KAPETROS I 5

KAPETROS I 5:8-9 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yibani nobungcathu, phaphani; ngokuba ummangaleli wenu, uMtyholi, uhamba njengengonyama egqumayo, efuna ubani angamginyayo; mchaseni lowo, nizimasekile elukholweni, nisazi ukuba kwaezo ntlungu ziyenzeka kubo abazalwana benu abasehlabathini.

Yabelana
Funda KAPETROS I 5

KAPETROS I 5:8-9 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Qabukani, nilinde; kuba u‐Satane utshaba lwenu, njengayo ingonyama ekonyayo, ehambahamba, efuna lowo angamginyayo: oyena nimale nite nqi elukolweni, nisazi nje ukuba intlungu ezikwa zizo ziyafezwa kubo ubuzalwana benu obuselizweni.

Yabelana
Funda KAPETROS I 5

KAPETROS I 5:8-9

KAPETROS I 5:8-9 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo