KAPETROS I 5:5
KAPETROS I 5:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwangaloo ndlela ke nani, bafana, walulameleni amadoda amakhulu. Xa ninonke ke ngoko yithani wambu ukuthobelana. Kaloku uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa unesisa kwabathobekileyo.
Yabelana
Funda KAPETROS I 5KAPETROS I 5:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngokunjalo, nina manci, wathobeleni amadoda amakhulu. Thobelanani nonke ke, ninxibe ukuthobeka kwentliziyo; ngokuba uThixo uyabachasa abanekratshi, abababale ke abazithobileyo.
Yabelana
Funda KAPETROS I 5KAPETROS I 5:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kwangaloo ndlela ke nani, bafana, walulameleni amadoda amakhulu. Xa ninonke ke ngoko yithani wambu ukuthobelana. Kaloku uThixo ubachasile abo banekratshi, kodwa unesisa kwabathobekileyo.
Yabelana
Funda KAPETROS I 5