KAPETROS I 5:10
KAPETROS I 5:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke, emva kwezo mbandezelo zomzuzwana, uThixo umthombo wesisa owanibizayo ngokumanywa kwenu noKrestu, khon' ukuze nibe nenxaxheba kubuqaqawuli bakhe obungapheliyo, uya kunihlaziya anomeleze, anixhobise, nime ngxishi.
KAPETROS I 5:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku uThixo walo lonke ubabalo, owasibizelayo eluzukweni lwakhe olungunaphakade, sikuKristu Yesu, wanga angathi ngokwakhe, nákuba nivé ubunzima umzuzwana, anilungise nigqibelele, anizimase, anomeleze, anisekele.
KAPETROS I 5:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kodwa ke, emva kwezo mbandezelo zomzuzwana, uThixo umthombo wesisa owanibizayo ngokumanywa kwenu noKrestu, khon' ukuze nibe nenxaxheba kubuqaqawuli bakhe obungapheliyo, uya kunihlaziya anomeleze, anixhobise, nime ngxishi.
KAPETROS I 5:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ke kaloku uThixo walo lonke ubabalo, owasibizelayo eluzukweni lwakhe olungunaphakade, sikuKristu Yesu, wanga angathi, nakuba nive ubunzima umzuzwana, anilungise nigqibelele, anizimase, anomeleze, anisekele.
KAPETROS I 5:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kekaloku UTIXO wofefe lwonke, owasibizelayo ebungcwaliseni bake obungunapakade ku‐Kristu Yesu, wanga angati ngokwake, nakuba nivile intlungu kancinane, anizalisekise, aniqinise, anomeleze, anisekele.