Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

KAPETROS I 4:7

KAPETROS I 4:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke kaloku ukuphela kwezinto zonke kusondele. Yibani nesidima ngoko, nibe nobungcathu, ukuba nithandaze.

Yabelana
Funda KAPETROS I 4

KAPETROS I 4:7 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kuzo zonke izinto isiphelo sisemnyango. Ngoko ke hlalani nisezingqondweni, nikuqulele ukuthandaza.

Yabelana
Funda KAPETROS I 4

KAPETROS I 4:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ke kaloku ukuphela kweento zonke kusondele. Yibani nobungcathu, niphaphamele ukuthandaza.

Yabelana
Funda KAPETROS I 4

KAPETROS I 4:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa ukupela kwezinto zonke sekukufupi: yenzani ngoko ngokutelekelela, niqabuke ngasemitandazweni.

Yabelana
Funda KAPETROS I 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo