KAPETROS I 4:16 - Compare All Versions
KAPETROS I 4:16 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke ubani uva ubunzima ngokuba engumKristu, makangadani; makamzukise ke uThixo ngaloo ndawo.
Yabelana
KAPETROS I 4 XHO75KAPETROS I 4:16 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ukuba umntu ubandezeleka kuba engumKrestu, makangabi nazintloni, koko makadumise uThixo ngenxa yelo gama.
Yabelana
KAPETROS I 4 XHO96KAPETROS I 4:16 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Ukuba ke ubani uva ubunzima ngokuba engumKristu, makangadani; makamzukise ke uThixo ngenxa yoko.
Yabelana
KAPETROS I 4 CXB24KAPETROS I 4:16 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba kuko ovayo intlungu njengokuba engum‐Kristu, makangadani; kodwa makadumise UTIXO kulendawo.
Yabelana
KAPETROS I 4 XHO1902A