KAPETROS I 4:14
KAPETROS I 4:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ukuba niyangcikivwa ngenxa yegama likaKristu, ninoyolo; ngokuba uMoya wozuko nokaThixo uphumle phezu kwenu; ngokukokwabo okunene uyanyeliswa, kodwa ngokukokwenu uyazukiswa.
Yabelana
Funda KAPETROS I 4KAPETROS I 4:14 IBHAYIBHILE (XHO96)
Nithamsanqelekile ukuba niyathukwa ngenxa yokuba ningabakaKrestu. Kaloku loo nto icacisa ukuba uMoya osinika isidima, onguMoya kaThixo, unifukamele.
Yabelana
Funda KAPETROS I 4